Your Gospel in Xhosa the main language of southern Zimbabwe and South Africa– John 3: 16 Bringing The Good News in your Language.
16 For God so loved the world, that he gave his only begotten Son, that whosoever believeth in him should not perish, but have everlasting life.
Ivangeli lakho ngesiXhosa
Yohane 3:16
New Living Translation
16 Kuba wenjenje uThixo ukulithanda kwakhe ihlabathi, ude wancama uNyana wakhe okuphela kwamzeleyo, ukuze bonke abakholwayo kuye bangatshabalali, koko babe nobomi obungunaphakade.
umthandazo wosindiso. Nkosi yam, ndiyaxolisa ngendlela endibuphile ngayo ubomi bam. Ngezenzo zam...Amazwi am, abhaliweyo nathethwayo, iingcinga nesimilo sam, izithembiso zam ezaphukileyo kunye nendlela endiphoxe ngayo abantu.
Nceda ndixolele.
Ndicela undincede ndiguquke- ndisuke kuzo zonke izinto ezingalunganga ebomini bam. Nceda ngoku ungene ebomini bam ngoku ngoMoya wakho ukuze ube yiNkosi noMsindisi wam ngonaphakade kwaye undincede ndibe ngulo mntu ufuna ndibe nguye. Amen